“Uyabona ke, kuya kuthi xa ulawulo lwaloo mbuso lusiya esiphelweni, xa uvukelo selufikele encotsheni, kuvele ukumkani obuso bungwanyalala, oyincutshe yamaqhinga.