Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 7:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ndasuka ke ndaya komnye wababemi apho, ndamcela ukuba andichazele inyaniso yayo yonke le ngcombolo. Ke yena wandityhilela intsingiselo yazo zonke ezi zinto, wathi:

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:16 kwimeko