Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 5:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe kaloku, wagxothwa eluntwini, watsho wabulwanyanarha. Wahamba waya kuhlala neembongolo zasendle, watya ingca njengeenkomo, elalelwa ngumbethe wezulu. Wada ke wavuma ukuba nguThixo uPhezukonke ozilawulayo izirhulumente zabantu, ikwanguye omisela kuzo loo mntu athanda ukummisela.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:21 kwimeko