Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 5:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku kwalapha kulo mbuso wakho ukho umfo onomoya woothixo abangcwele. Ngexesha lokulawula kukayihlo lo mfo wazibonakalisa ukuba unengqiqo, nolwazi oluphangaleleyo, nobulumko obufana noboothixo. Ke yena uyihlo uNebhukadenezare wammisela wayingqonyela yabenzi bemilingo, oosiyazi, iingcali zeenkwenkwezi, kunye nezanuse.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:11 kwimeko