“Mikhulu kambe imiqondiso yakhe!Asinto ukurhwaqelisa imimangaliso yakhe!Ulawulo lwakhe ke lona alunasiphelo;ewe, elakhe igunya lihlala lihleli,liqhakamishela izizukulwana ngezizukulwana.