Ukumkani wavutha ngumsindo, wathi mabaziswe kuye ooShedreki noMeshaki noAbhednigo. Aziswa ke la madoda phambi kokumkani,