Le nto ukumkani ayifunayo kuthi inzima gqitha. Akukho mntu unako ukuyenza, *ngoothixo bodwa abangayenzayo – kambe ke nabo abahlali apha phakathi koluntu.”