Ewe, uya kude ahlasele nelizwe eliliqhayiya, oyise nezizwe ezininzi. Ke wona amaEdom namaMowabhi, kwakunye necandelo elikhulu lama-Amon, aya kuphuncuka esandleni sakhe.