Uya kuhlasela imihlaba etyebileyo, ingalindelanga, abe nempumelelo egqwesa eyooyise neyooyise-mkhulu. Ke amaxhoba nako konke akufumeneyo emfazweni uya kukwabela abantu bakhe. Phofu koba lixeshana nje ezimisele ediliza iinqaba.