Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 10:7 Ibhayibhile (XHO96)

Lo mbono ke wabonwa ndim ndodwa mna Daniyeli. Amadoda endandikunye nawo wona zange awubone, koko asuka arhwaqela, aphakuzela, aya kuzimela.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 10

imbono Udaniyeli 10:7 kwimeko