Kambe ke mandikutyhilele loo nto ibhaliweyo eNcwadini yeNyaniso. Akukho bani undixhasayo ekulweni nâbo bachasene nam ngaphandle koMikayeliSiTyh 12:7 isithunywa senu.