Nokuba bangade basiwe ekuthinjweni ziintshaba,nalapho ndothi mababulawe ngekrele.Ndowatsolisa amehlo am phezu kwabo,kungenganjongo yakubenzela okuhle,kodwa kungenjongo yokubenzela ububi.”