Ngaloo mini iingoma zasebhotwe ziya kujika zibe sisijwili. Kuya kujuba izidumbu ngapha nangapha, kuthi nzwanga. Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.”