Utsho *uNdikhoyo ukuthi:“Nokuba amaJuda ayone izihlandlo zazithathungendingasirhoxisanga isohlwayo sam.Kambe ke suke agqithisa ngokona isihlandlo sesine.Kaloku wona awulahlile umyalelo kaNdikhoyo,akayigcina imimiselo yakhe,suka alahlekiswa ngamampunge,nditsho amampunge awayelandelwa ngooyise.