Ngoko ke ndiza kuluntumeka ngomlilo udonga lwaseRabha,zitshe ziphele nqu iinqaba zalapho.Kovakala intlaba-mkhosi mhla ngedabi,kuvuthuze umoyakazi ngemini yesaqhwithi.