Testamente Endala

Testamente Entsha

Izililo 5:18-22 Ibhayibhile (XHO96)

18. Kaloku intaba yeZiyon yinkangala;seyisisikhundla seempungutye.

19. Wena, Ndikhoyo, uhleli ngonaphakade;ulawulo lwakho luhlala luhleli izizukulwana ngezizukulwana.

20. Kungani ukuba usoloko usilibala?Kungani ukuba usilahle ithuba elingaka?

21. Sibuyisele kuwe, Ndikhoyo, ukuze nathi siguquke;sihlaziye njengakwimihla yamandulo.

22. Ngaba usilahle kwaphela na,wasiqumbela ngokukhulukazi?

funda isahluko epheleleyo Izililo 5