Kwanjengaxa umemela emsithweni wenjenjalo ukufunza kum esikhumbeni;lunxunguphalo macala onke.Akukho namnye owabhungcayo wasinda ngomhla wengqumbo kaNdikhoyo;utshaba lwam lwabatshabalalisa abo bendibampelesa ndibondla.