Amehlo am akaboni ziinyembezi;amathumbu am ayaxuxuzela;ndiphelelwe sisibindi,ngenxa yokubhuqwa kwabantu bakowethu,kuba abantwana neentsana baphelelwe ngamandla ezitalatweni zesixeko.