Awu! Lisibekele kwintombienguZiyon ngenxa yomsindo weNkosi.Isiphose phantsi isihombo sikaSirayeli,sasuka ezulwini, sakhahleleka emhlabeni;ayasikhumbula isihlalo seenyawo zayongomhla womsindo wayo.