Ababandezeli bakhe basuke baba ziinkosi zakhe;iintshaba zakhe azinaxhala.Ubekwe elusizini *nguNdikhoyo ngenxa yezikreqo zakhe ezininzi.Abantwana bemkile ezweni labo, bangabathinjwa beentshaba.