Kungoko ndisenza isimbonono,amehlo am ephalala iinyembezi.Akukho bani ukufuphi kum ukundithuthuzela;akukho mntu uhlaziya umoya wam.Abantwana bam baphalelekuba utshaba loyisile.