Testamente Endala

Testamente Entsha

Izafobe 9:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. ufike selemana ekhwaza abantu abadlula ngendlela,behamba bexakeke yimicimbi yabo,

16. esithi: “Yizani apha nonke, nina bangaqondiyo!”Kwabaswele ukuqonda uthi:

17. “Akamnandi ngako amanzi abiweyo!Kanti ke nokutya okutyiwa ekufihlekeni kokona kunencasa.”

18. Abamphulaphulayo abaqondi ukuba kukufa okubalindele apho;abazi ukuba abo bakhe bamtyelela xa kungokunje bakwelabafileyo.

funda isahluko epheleleyo Izafobe 9