Kodwa kodwa, vilandini, koda kube nini uthe tywa kuloo mandlalo?Uya kuvuka nini kobo buthongo bakho?