21. Akanaxhala noba selikhithika,kuba kaloku usapho lwakhe lunezingayiwayo iimpahla zobusika.
22. Uzenzela iingubo zokwandlala ezihonjisiweyo kunene;unxiba ezelaphu elihle elimsobo.
23. Nendoda yakhe iyaziwa enkundleni ngasemasangweni,apho ihlala khona namadoda amakhulu elizwe.