Testamente Endala

Testamente Entsha

Izafobe 30:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti ke, ngubani oselekhe waya ezulwini wabuya wehla;ingubani owakha wawubamba ngezakhe izanda umoya?Khona, ngubani owakha wabamba amanzi wawaqhinela ngesondo lengubo yakhe;ingubani khona owamisa imida yehlabathi?Khawutsho kaloku, ukuba unolwazi!Ngubani igama lakhe;ingubani unyana wakhe?

funda isahluko epheleleyo Izafobe 30

imbono Izafobe 30:4 kwimeko