ukubhabha kokhozi esibhakabhakeni;ukurhubuluza kwenyoka elulwalweni;ukuhamba kwenqanawa enzulwini yolwandle;ukuthandana komfana nentombi.