Umntu onobuqhetseba uyacekiswa ngamalungisa;ngokunjalo nomntu othe ngqo uyacekiswa ngabakhohlakeleyo.