26. Umntu ozithembileyo akanangqondo;kodwa yena ohamba ngendlela yobulumko ukhuselekile.
27. Umntu onezinwe kumahlwempu akasweli nto;ovala amehlo akhe kwiintswelo zawo wohlala eqalekiswa.
28. Xa kulawula izikhohlakali abantu bayabaleka bazimele,kodwa zakutshabalala amalungisa aba nempumelelo.