Xa ilizwe linovukelo baba baninzi abafuna ukuphatha,kodwa xa kukho ophatha ngengqiqo nolwazi uyazinza.