Xa amalungisa athe aphumelela kuba yimivuyo nemincili,kodwa ke xa kuthe kwaphakama izikhohlakali abantu bayabaleka bazimele.