Ziinkuni ezivuthisa umlilo kwanjengokuba iintlantsi ziwavuthisa amalahle;ukwanjalo ke nomntu onochuku ukuphembelela ingxabano.