Kaloku ubutyebi busuka buthi shwaka ngephanyazo;ungáde ucinge ukuba busuke bantshula amaphiko bantinga njengokhozi.