Uya kubuza uthi: “Ingathi ndibethiwe nje phofu?Hayi suka, ndingakhange ndive nje!Akwaba bendinganako ukuphinda ndiphakame,khe ndithi nje intwana ndiziqabule!”