Wakumgxotha umgxeki itsho iphele ingxabano,ngokunjalo zitsho zinqamke iingxwaba-ngxwaba nokunyelisa.