Igama elihle lilungile ngaphezu kwentabalala yobutyebi;ukuba nesidima kungaphezu kwayo isiliva negolide.