Imbonakalo echwayitileyo izisa ulonwabo entliziyweni;ibe ke zona iindaba ezimnandi ziyahlaziya emathanjeni.