Kaloku iziyatha zifa kuba zibumangala ubulumko;zona izityhakala zizibhubhisa ngokungakhathaleli nto.