UGidiyon ke wenjenjalo ukumka ngaloo ndlela yabemi basentlango, ngakwimpuma yeNobha neJogebheha, waza wawuqubula loo mkhosi, wawoyisa.