Ngobo busuku ke uThixo wayenza loo nto. Ngengomso kwasa uboya bomile, ke wona umhlaba wonke umanzi ngumbethe.