Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 6:19 Ibhayibhile (XHO96)

UGidiyon ke waya kuxhela ibhokhwe esencinci, wayipheka. Wenza nesonka ngomgubo oziikhilogram ezilishumi. Intlama leyo zange ayidibanise nagwele. Inyama leyo wayifaka ebhaskitini, waza wawuphatha ngembiza umhluzi; waya nazo ezo zinto kwisithunywa sikaNdikhoyo esasiphantsi komthi wom-oki.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 6

imbono Iinkokheli 6:19 kwimeko