Wena Ndikhoyo, wathi wakuphuma kwaSeyire,mhla wandolos' ushiy' iEdom,suk' umhlaba wanyikima,az' amazulu anyembezana,ke won' amaf' achaphaz' amanzi.