Ewe, siyavuma, Ndikhoyo, makube njal' ukufa kweentshaba zakho!Ke bona abakuthandayo mabaqaqambe njengelanga xa liphumayo!Emva koko ke kwalandela amashumi amane eminyaka yenzolo.