ETanaki ngakwintlambo yeMegido,ookumkani bahlangana khona bangquzulana;ewe, izikumkani zamaKanana zalwa,kodwa akukho ntimbo yasiliva zayifumanayo.