AmaGiliyadi asala phesheya kweJordan.Ngani na ukuba uDan ashiyeke ezinqanaweni?Yena uAshere wasal' elunxwemeni lolwandle;ewe, walibala ngaselunxwemeni.