Ewe, ngaloo mihla amaSirayeli awoyisa amaMowabhi, kwaza ke kwalandela iminyaka yenzolo engamashumi asibhozo.