Kambe ke yena wajika ngakwimifanekiso yezithixo ekufuphi neGiligali, wabuya waya kuEglon, wafika wathi kuye: “Mhlekazi, ndicela khe sihlinz' impuku.”Ngoko ke ukumkani wathi: “Shenxani!” Zaphuma ke izicaka zakhe.