Ke mna ndawuthatha umzimba wakhe, ndawunqunqa, ndathumela isiqwenga kwindlu nganye kwezo zikaSirayeli. Kaloku aba bantu benze isikizi lenyala kwaSirayeli.