Ke amaSirayeli aya eBhetele, aza abuza kuThixo athi: “Yiyiphi na indlu emayiqale ukuhlasela uBhenjamin?”*UNdikhoyo ke wathi: “Mayibe nguJuda.”