Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 19:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ekuseni umfazi lowo wabuya, wafika wawa ngasemnyango kuloo ndlu yexhego apho yayikhona indoda yakhe. Walala apho kwada kwasa.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 19

imbono Iinkokheli 19:26 kwimeko