AmaDan ke akuba emthathile umbingeleli lowo ndawonye noothixo bakaMika, ahamba aya kuhlasela iLayishe, loo dolophu izole kunye nabantu bayo. Babatshabalalisa abemi bayo, ke yona idolophu bayitshisa.